1
uHoseya uHoseya 4:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
Bayatshabalala abantu bam ngokungazi; ngokuba ukucekisile ukwazi, ndiya kukucekisa nam, ukuba ungabi ngumbingeleli kum; Wawulibala umyalelo kaThixo wakho; ndobalibala abantwana bakho nam.
Thelekisa
Phonononga uHoseya uHoseya 4:6
2
uHoseya uHoseya 4:1
Liveni ilizwi likaYehova, nyana bakaSirayeli; ngokuba uYehova ubambene nabemi belimiweyo, ngokuba kungekho nyaniso, kungekho nceba, kungekho kwazi uThixo ehlabathini.
Phonononga uHoseya uHoseya 4:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo