UHOSEYA 4:6
UHOSEYA 4:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bayatshabalala abantu bam kukuswela ukwazi; kuba wena ukucekisile ukwazi, ndiya kukucekisa, ukuba ungabi ngumbingeleli kum. Wawulibala umyalelo kaThixo wakho; ndobalibala abantwana bakho nam.
Yabelana
Funda UHOSEYA 4UHOSEYA 4:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku abantu bam bayatshabalala ngenxa yokuswela ulwazi ngam. “Kaloku uyalubukula ulwazi ngam; nawe ke ndiyakukhiqa kububingeleli bam. Wena uwutyeshele umthetho woThixo wakho; andiyi kubakhathalela ke noonyana bakho.
Yabelana
Funda UHOSEYA 4