1
KumaHebhere KumaHebhere 10:25
Contemporary Xhosa Bible 2024
singakutyesheli ukuhlanganisana kwethu ndawonye, njengoko kulisiko labathile; masivuselelane ngokungakumbi, niyibona nje ukuba imini leyo iyasondela.
Thelekisa
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 10:25
2
KumaHebhere KumaHebhere 10:24
Masinyamekelane, sivuselelane eluthandweni nasemisebenzini emihle
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 10:24
3
KumaHebhere KumaHebhere 10:23
Silubambe uvumo lwethu lokholo, singabi nakuxengaxenga; (kuba uthembekile lowo uthembisileyo)
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 10:23
4
KumaHebhere KumaHebhere 10:36
Kufuneka ukuba nibe nomonde, ukuze nithi, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo, nizuzane nalo idinga.
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 10:36
5
KumaHebhere KumaHebhere 10:22
masisondele sinentliziyo eyinyaniso, sinenzaliseko yokholo, sifefiwe iintliziyo zethu, sisusiwe isazela esingendawo, nemizimba yethu ihlanjwe ngamanzi amsulwa.
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 10:22
6
KumaHebhere KumaHebhere 10:35
Musani ukukulahla ngoko ukungafihlisi kwenu, kona kunokwamkela umvuzo omkhulu.
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 10:35
7
KumaHebhere KumaHebhere 10:26-27
Kuba, xa sithi sone ngabomi, emveni kokuba sakwamkelayo ukwazi inyaniso, akusasele dini ngenxa yezono; Kusele ke ukulinda okoyikekayo kakhulu, umgwebo nomsindo womlilo, oza kudla abo bachasileyo.
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 10:26-27
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo