1
iGenesis iGenesis 41:16
Contemporary Xhosa Bible 2024
uYosefu wamphendula uFaro, wathi, Andinguye; uThixo uya kumphendula uFaro ngoxolo.
Thelekisa
Phonononga iGenesis iGenesis 41:16
2
iGenesis iGenesis 41:38
Wathi uFaro kubakhonzi bakhe, Sinokumfumana na umntu onje, onomoya kaThixo?
Phonononga iGenesis iGenesis 41:38
3
iGenesis iGenesis 41:39-40
Wathi uFaro kuYosefu, Ekubeni uThixo ekwazisile zonke ezi zinto, akukho bani usisilumko, unengqondo, njengawe. Wena uya kuba yingangamsha yendlu yam, bazimase bonke abantu bam ngokwelizwi lakho; kusetroneni yodwa endiya kuba mkhulu kuwe.
Phonononga iGenesis iGenesis 41:39-40
4
iGenesis iGenesis 41:52
Owesibini wamthiya igama elinguEfrayim, ngokuba uThixo wandihambisa emhlabeni weembandezelo.
Phonononga iGenesis iGenesis 41:52
5
iGenesis iGenesis 41:51
uYosefu wamthiya owamazibulo igama elinguManase, ngokuba wathi, uThixo undenze ndakulibala konke ukwaphuka kwam, nayo yonke indlu kabawo.
Phonononga iGenesis iGenesis 41:51
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo