IGENESIS 41:51
IGENESIS 41:51 IBHAYIBHILE (XHO96)
Unyana olizibulo wathi igama lakhe nguManase, kuba esithi: “UThixo undiphumzile ndatsho ndazilibala iinkxwaleko zam, andawakhumbula namawethu.”
Yabelana
Funda IGENESIS 41IGENESIS 41:51 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza u‐Josefe wabiza igama lowamazibulo ngo‐Manase: Ngokuba UTIXO, watsho, endilibalisile lwonke usizi lwam, kwa nayo yonke indlu kabawo . .
Yabelana
Funda IGENESIS 41