1
iEksodus iEksodus 28:3
Contemporary Xhosa Bible 2024
Thetha kubo bonke abantliziyo zilumkileyo, endibazalise ngomoya wobulumko, ukuba bamenzele izambatho uAron zokumngcwalisa, abe ngumbingeleli kum.
Thelekisa
Phonononga iEksodus iEksodus 28:3
2
iEksodus iEksodus 28:4
Zizo ke ezi iingubo abaya kuzenza; nesikhuselo sesifuba, nengubo emagxeni, nengubo yokunxiba, nengubo ephothiweyo, neqhiya, nesondo lengubo; uze umenzele izambatho ezingcwele uAron umntakwenu omkhulu noonyana bakhe, ukuze abe ngumbingeleli kum.
Phonononga iEksodus iEksodus 28:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo