IEKSODUS 28:3
IEKSODUS 28:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uze uthethe wena kubo bonke abantliziyo zilumkileyo, endibazalise ngomoya wobulumko, bazenze izambatho zika-Aron zokumngcwalisa, abe ngumbingeleli kum.
Yabelana
Funda IEKSODUS 28IEKSODUS 28:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yalela abantu abanesiphiwo sobugcisa nobuchule, utsho benzele uAron izinxibo, khon' ukuze amiselwe umsebenzi wobubingeleli.
Yabelana
Funda IEKSODUS 28