1
iDuteronomi iDuteronomi 26:19
Contemporary Xhosa Bible 2024
aniphakamise ngaphezu kweentlanga zonke azenzileyo, ngendumiso, negama, nembeko; nibe ngabantu abangcwele kuYehova uThixo wenu, njengoko wakuthethayo
Thelekisa
Phonononga iDuteronomi iDuteronomi 26:19
2
iDuteronomi iDuteronomi 26:18
uYehova uninyule namhla, ukuba nibe ngabantu bakhe abakhethekileyo, njengoko wakuthethayo kuni, niyigcine yonke imithetho yakhe
Phonononga iDuteronomi iDuteronomi 26:18
Home
Bible
Plans
Videos