IDUTERONOMI 26:18
IDUTERONOMI 26:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
NoYehova namhla unibangile nina, wathi ningabantu abayinqobo kuye, njengoko wathethayo kuni, ukuze niyigcine yonke imithetho yakhe
Share
Funda IDUTERONOMI 26IDUTERONOMI 26:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kunamhlanje nje ke uNdikhoyo uyivakalisile into yokuba unamkele naba ngabantu bakhe ncakasana ngokwesithembiso sakhe; ngoko ke uyaniyala, uthi yithobeleni imiyalelo yakhe.
Share
Funda IDUTERONOMI 26