1
iZenzo iZenzo 20:35
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ndanibonisa zonke izinto, ukuba ngokwenjenjalo ukubulaleka nimelwe kukuthi niyisize imilwelwe, nikhumbule namazwi eNkosi uYesu, yokuba yona yathi, Ukupha kunoyolo ngaphezu kokuphiwa.
Thelekisa
Phonononga iZenzo iZenzo 20:35
2
iZenzo iZenzo 20:24
Kambe ke ubomi bam andibugqali njengobalulekileyo kum, ukuze ndilufeze ugqatso lwam ngovuyo, nolungiselelo endalwamkelayo lweNkosi uYesu, lokungqina iindaba ezilungileyo zobabalo lukaThixo.
Phonononga iZenzo iZenzo 20:24
3
iZenzo iZenzo 20:28
Zilumkeleni ngoko, nawo wonke umhlambi, athe uMoya oyiNgcwele wanimisa ukuba ngabaveleli bawo, ukuba nilaluse ibandla likaThixo, awazizuzelayo ngelilelakhe igazi.
Phonononga iZenzo iZenzo 20:28
4
iZenzo iZenzo 20:32
Ngoku ke, bazalwana, ndiyaniyaleza kuThixo, nakwilizwi lobabalo lwakhe, enako ukunakha, aninike ilifa phakathi kwabo bonke abangcwalisiweyo.
Phonononga iZenzo iZenzo 20:32
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo