1
iZenzo iZenzo 19:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
Akuba uPawulos ebabeke izandla, wehla uMoya oyiNgcwele phezu kwabo; Baye bethetha ngeelwimi, beprofeta.
Thelekisa
Phonononga iZenzo iZenzo 19:6
2
iZenzo iZenzo 19:11-12
uThixo ke wenza imisebenzi yamandla ebalulekileyo ngesandla sikaPawulos. Kaloku iiqhiya neefaskoti ziphuma emzimbeni wakhe, zisiwe kwabagulayo, zisuke kubo izifo, bathi noomoya abakhohlakeleyo baphume kubo.
Phonononga iZenzo iZenzo 19:11-12
3
iZenzo iZenzo 19:15
Waphendula ke umoya okhohlakeleyo, wathi, uYesu ndiyamazi, noPawulos ndiyamazi kakuhle; Ningoobani na ke?
Phonononga iZenzo iZenzo 19:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo