1
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 4:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
Umzamo omhle ndiwuzamile, ugqatso ndilufezile, ukholo ndilugcinile
Thelekisa
Phonononga KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 4:7
2
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 4:2
Lishumayele ilizwi; yomelela ngexesha elililo, ngexesha elililo; yohlwaya, khalimela, vuselela ngako konke ukuzeka kade umsindo nokufundisa.
Phonononga KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 4:2
3
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 4:3-4
Kuba kuya kubakho ixesha abangayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo; baya kusuka ngokweenkanuko zabo bazifumbele abafundisi, bebaba iindlebe; babeya kuzisonga zimke iindlebe kuyo inyaniso, baphambukele ke kuzo iintsomi.
Phonononga KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 4:3-4
4
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 4:5
Ke wena yiba yingcathu ezintweni zonke, nyamezela ububi, umsebenzi womshumayeli weendaba ezilungileyo wenze, buzalise ubulungiseleli bakho.
Phonononga KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 4:5
5
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 4:8
Okokugqibela ndibekelwe isithsaba sobulungisa, eya kundibuyisela ngaso ngaloo mini iNkosi, umgwebi olilungisa; ingabi ndim ndedwa ke, ibe ngabo bonke abakuthandayo ukubonakala kwayo.
Phonononga KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 4:8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo