KUTIMOTI II 4:3-4
KUTIMOTI II 4:3-4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba kuya kubakho ixesha abangayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo; baya kusuka ngokweenkanuko zabo bazifumbele abafundisi, bebaba iindlebe; babeya kuzisonga zimke iindlebe kuyo inyaniso, baphambukele ke kuzo iintsomi.
KUTIMOTI II 4:3-4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba kuya kubakho ixesha abangayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo; baya kusuka ngokweenkanuko zabo bazifumbele abafundisi, bebaba iindlebe; babeya kuzisonga zimke iindlebe kuyo inyaniso, baphambukele ke kuzo iintsomi.
KUTIMOTI II 4:3-4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Liyeza lona ixesha lokuba abantu banganeliswa konke yimfundiso emsulwa. Bosuka balandele iingqiqo zabo, bazifunele abafundisi abaninzi bokubafundisa izinto abazilangazelelayo. Baya kuyifulathela inyaniso, baphulaphule iintsomi.
KUTIMOTI II 4:3-4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba ixesha liya kubako okuya bangayi kunyamezela ufundiso olunobomi; koko beya kuti ngokwezabo inkanuko bazifumbele abafundisi, bebaba indlebe nje; babeya kusonga indlebe zabo kuyo inyaniso ke, baze batyekele ngasezintsomini.