1
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:18
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kaloku thina asixuneli ezintweni ezibonwayo, sixunela kwezingabonwayo; kuba ezibonwayo zezexeshana; ke zona ezingabonwayo zezonaphakade.
Thelekisa
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:18
2
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:16-17
Kungoko singethi mandla; kuba nokuba umntu wethu wangaphandle uya esonakala, usuka yena owangaphakathi aye ehlaziyeka imihla ngemihla. Kaloku imbandezelo yethu, eyeyomzuzwana, isisebenzela ubunzima obuncamisileyo, obuncamisileyo.
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:16-17
3
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:8-9
Siyabandezelwa ngeenxa zonke, singaxineki; siyathingaza, kodwa asincami; siyatshutshiswa, kodwa asishiywa; sikhahlelwa phantsi, asitshatyalaliswa
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:8-9
4
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:7
Ke kaloku obu butyebi sibuphethe ngezitya zodongwe, ukuze incamisa yamandla ibe yekaThixo, ingaphumi kuthi.
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:7
5
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:4
Athi kubo uthixo weli phakade wazimfamekisa ngaphakathi kwabo iingqiqo zabangakholwayo, ukuze singabengezeli kubo isikhanyiso seendaba ezilungileyo zobuqaqawuli bukaKristu, ongumfanekiselo kaThixo.
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:4
6
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:6
Ngokuba nguThixo, yena wathi ukhanyiso malukhanye ebumnyameni, okhanyisele iintliziyo zethu, ukuze kukhanye ukwaziwa kobuqaqawuli bukaThixo ebusweni bukaYesu Kristu.
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo