1
uSamuweli 1 uSamuweli 1-16:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wathi uYehova kuSamuweli, Musa ukukhangela ubuso bakhe, nokuphakama kwesiqu sakhe; ngokuba ndimshiyile; ngokuba uYehova akaboni njengoko abonayo umntu; ngokuba umntu ukhangela umphandle, uYehova ukhangela intliziyo.
Thelekisa
Phonononga uSamuweli 1 uSamuweli 1-16:7
2
uSamuweli 1 uSamuweli 1-16:13
uSamuweli wathabatha uphondo oluneoli waza wamthambisa phakathi kwabazalwana bakhe, yaye umoya kaYehova wehla phezu koDavide ukususela ngaloo mini. Emva koko uSamuweli waphakama waya eRama.
Phonononga uSamuweli 1 uSamuweli 1-16:13
3
uSamuweli 1 uSamuweli 1-16:11
Wathi uSamuweli kuYese, Baphelele na oonyana bakho? Wathi, Kusele umncinane; nanko lusalusa iigusha. Wathi uSamuweli kuYese, Thumela abizwe, ngokuba asinakuhlala ade eze apha.
Phonononga uSamuweli 1 uSamuweli 1-16:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo