1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:9
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kodwa njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe, Nezingathanga qatha entliziyweni yomntu, Zizo uThixo awazilungisela abo bamthandayo.
Thelekisa
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:9
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:14
Owemvelo ke umntu akazamkeli izinto zoMoya kaThixo; kuba zibubudenge kuye; kanjalo akanakuzazi, ngokuba ziphicothwa ngokoMoya.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:14
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:10
uThixo wazityhila kuthi ke ngoMoya wakhe; kuba uMoya uphengulula zonke izinto, neenzulu zikaThixo.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:10
4
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:12
Ke thina asamkelanga moya wehlabathi; samkele uMoya ophuma kuThixo; ukuze sizazi izinto esazibabalwa nguThixo.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:12
5
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:4-5
Nokuthetha kwam, nokuvakalisa kwam uKristu kube kungengamazwi oyisa ngabulumko babantu; ukuze ukholo lwenu lungabi sebulumkweni babantu, lube semandleni kaThixo.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:4-5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo