KWABASEKORINTE I 2:9
KWABASEKORINTE I 2:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kodwa njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe, Nezingathanga qatha entliziyweni yomntu, Zizo uThixo awazilungisela abo bamthandayo.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 2KWABASEKORINTE I 2:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
njengoko ke kubhaliweyo, kwathiwa, Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe, Nezingathanga qatha entliziyweni yomntu, Zizo uThixo awazilungisela abo bamthandayo. (UIsaya 64:4)
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 2KWABASEKORINTE I 2:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke kunjengoko zitshoyo *iziBhalo ukuthi: “Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe, nezingathanga qatha ntliziyweni yamntu, zezi kanye uThixo wazilungiselela abo bamthandayo.”
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 2