Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10

1

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:13

Contemporary Xhosa Bible 2024

Anibanjwanga sihendo singesabantu; kodwa uThixo uthembekile, ongayi kuvumela ukuba nilingwe ngaphezu kweninako; owothi, kunye nesilingo eso, avelise ithuba lokuphuma kuso, nibe nako ukuthwala.

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:13

2

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:31

Contemporary Xhosa Bible 2024

Ke ngoko, nokuba niyadla, nokuba niyasela, nokuba nenza yiphi na into, zenzeleni uzuko lukaThixo izinto zonke.

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:31

3

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:12

Contemporary Xhosa Bible 2024

Ngoko ke lowo uba umi, makalumke angawi.

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:12

4

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:23

Contemporary Xhosa Bible 2024

Zonke izinto zivumelekile kum, noko azindilungele zonke. Zonke izinto zivumelekile kum, noko azakhi zonke.

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:23

5

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:24

Contemporary Xhosa Bible 2024

Makungabikho namnye ufuna okukokwakhe ukulungelwa

Thelekisa

Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:24

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo