1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:25-26
Contemporary Xhosa Bible 2024
Bonke ke abantu abazamayo, baba ziingcathu ezintweni zonke. Oko ke ukuze bazuze isithsaba esinokonakala; ke thina, singenakonakala. Mna ke ngoko ndenjenjalo ukubaleka, ndingangi andiqondi; ndenjenjalo ukulwa, ndingangi ndibetha umoya
Thelekisa
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:25-26
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:27
Ndisuka ndiwuqobe umzimba wam, ndiwuxinzelele phantsi, hleze ndithi, ndakuba ndizivakalisile iindaba ezilungileyo kwabanye, ndibe mna ndingumlahlelwa phandle.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:27
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:24
Anazi na, ukuba abo babalekayo elugqatsweni, babaleka bonke okunene, kodwa ke mnye owamkelayo umvuzo? Balekani ngokunjalo ke, ukuze nizuze.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:24
4
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:22
kwabo bangenamandla, ndaba njengongenamandla, ukuze ndibazuze abangenamandla; kubo bonke ndesuka ndaba ziinto zonke, ukuze ngeendlela zonke ndisindise inxenye.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:22
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo