1
Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:4-7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Kodwa okuya kwabonakalayo ububele bomsindisi wetu UTIXO notando lwake ngasebantwini, bekungengemisebenzi yobulungisa esayenzayo tina, bekungokwetaṙu lake wasisindisayo, ngako ukuhlamba kwokuzalwa‐kutsha nokuhlaziya KWOMOYA OYINGCWELE; ate wamgalela pezu kwetu ngobuninzi ngaye u‐Yesu Kristu umsindisi wetu; ukuze ke, sigwetyelwe nje ngofefe lwake, sibe zindlalifa ngokwetemba lobomi obungunapakade.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:4-7
2
Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:1-2
BAKUMBUZE ukuba balulamele kwabanobukosi nakwabanegunya, babe nokupulapula, babe belungele yonke imisebenzi elungileyo, bangagxeki mntu, bangabi ngabangxoli, babe nokutamba, bebonakalisa ululamo lwonke ngakubo bonke abantu.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:1-2
3
Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:9
Kodwa imibuzo ebudenge, neziba̔lelwa zokuzalwa, namapike, nezipikisano ngawo umteto, zinxweme; ngokuba zingenakunceda, zingendawo kanjalo.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:9
4
Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:10
Umntu ongumahlukanisi, yiti emveni kwesesinye nesesibini isiluleko, umale
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo