KUTITO 3:1-2
KUTITO 3:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bakhumbuze ukuba bathobele oozilawuli noomagunya, baphulaphule abaphathi, bawulungele wonke umsebenzi olungileyo. Mabanganyelisi namnye umntu, bangabi nakulwa, babe nokuthantamisa, bebonakala benobulali bonke kubantu bonke.

KUTITO 3:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bakhumbuze abantu ukuba yimfanelo yabo ukuthobela abasemagunyeni nabalawulayo, kwakunye nokwenza okulungileyo ngalo lonke ixesha. Baxelele ukuba mabangahambi bethetha ulwimi ngabantu, behamba besilwa, koko mababe nobulali nembeko kuye wonke ubani.
KUTITO 3:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Bakhumbuze ukuba bathobele oozilawuli noomagunya, bathobele abathetheli, bawulungele wonke umsebenzi olungileyo; Mabanganyelisi mntu, bangabi nakulwa, babe nokuthantamisa, bebonakala benobulali bonke kubantu bonke.
KUTITO 3:1-2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
BAKUMBUZE ukuba balulamele kwabanobukosi nakwabanegunya, babe nokupulapula, babe belungele yonke imisebenzi elungileyo, bangagxeki mntu, bangabi ngabangxoli, babe nokutamba, bebonakalisa ululamo lwonke ngakubo bonke abantu.