1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:14
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Koko yambatani INKOSI u‐Yesu Kristu, nize ningayazaleleli inyama ukufeza inkanuko zayo.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:14
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:8
Ningabi netyala lanto emntwini, kupela libe lelokutandana; ngokuba otandayo omnye umntu efezile umteto.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:8
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:1
MAYITI yonke imipefumlo ilulamele kumagunya apezulu kuyo: ngokuba kungeko gunya, kupela elivela KUTIXO; lomagunya akoyo amisiwe NGUTIXO.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:1
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:12
Ubusuku buza kudlula; imini ke iyasondela, masiti ngoko sibeke nxamnye imisebenzi yobumnyama, sambate izixo̔bo zokukanya.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:12
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:10
Utando alwenzeli ummelwane ububi: ngako utando lukukufezwa kwomteto.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:10
6
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:7
Nikelani ngoko kubo bonke oko kufanele bona: ube ngumnikelo kofanele umnikelo; ibe yincamlo kofanele incamlo; lube lulwoyiko kofanele ulwoyiko; ibe yimbeko kofanele imbeko.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo