Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:7

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:7 XHO1902A

Nikelani ngoko kubo bonke oko kufanele bona: ube ngumnikelo kofanele umnikelo; ibe yincamlo kofanele incamlo; lube lulwoyiko kofanele ulwoyiko; ibe yimbeko kofanele imbeko.