1
Amaculo 95:6-7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Yizani, masibedeshe sitobe pantsi; masiguqe ngamadolo ebusweni BUKAYEHOVA owasenzayo. Ngokuba yena e NGUTIXO wetu; nati singabantu besidlelo sake nezimvu zesandla sake. Namhla nje ukuba niya kuliva ilizwi lake
Thelekisa
Phonononga Amaculo 95:6-7
2
Amaculo 95:1-2
YIZANI, masigcobe kuye UYEHOVA; masenze intsholo yovuyo kwilityekazi losindiswa lwetu. Masize ebusweni bake ngokubulela; masenze intsholo yovuyo kuye ngamaculo.
Phonononga Amaculo 95:1-2
3
Amaculo 95:3
Ngokuba UYEHOVA e NGUTIXO omkulu, nokumkani omkulu pezu kwabo bonke otixo.
Phonononga Amaculo 95:3
4
Amaculo 95:4
Indawo ezinzulu zomhlaba zisesandleni sake; indyebo zentaba zizezake nazo.
Phonononga Amaculo 95:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo