1
Amaculo 93:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
UYEHOVA upete ngobukumkani, wambete ubukulu; UYEHOVA wambete amandla, uzibinqile ngawo: kanjalo ilizwe liqinisekile, alinakushukunyiswa.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 93:1
2
Amaculo 93:5
Izinqi̔nelo zako zinyanisekile kakulu: ubungcwele bufanelekile kwindlu yako, YEHOVA! kude kube ngunapakade.
Phonononga Amaculo 93:5
3
Amaculo 93:4
UYEHOVA opezulu unamandla ngapezu kwokugquma kwamanzi amaninzi, napezu kwamaza olwandle anamandla.
Phonononga Amaculo 93:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo