Amaculo 93:1

Amaculo 93:1 XHO1902A

UYEHOVA upete ngobukumkani, wambete ubukulu; UYEHOVA wambete amandla, uzibinqile ngawo: kanjalo ilizwe liqinisekile, alinakushukunyiswa.