1
Amaculo 90:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Sazise sibale imihla yetu, ngendawo yokuba sizuze intliziyo yobulumko.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 90:12
2
Amaculo 90:17
Mabuti ubuhle BUKAYEHOVA, UTIXO wetu, bube pezu kwetu: nomsebenzi wezandla zetu uwuqinise pezu kwetu; ewe, umsebenzi wezandla zetu uwuqinise.
Phonononga Amaculo 90:17
3
Amaculo 90:14
Sikolise kusasa ngobubele bako, ize sigcobe sivuye yonke imihla yetu.
Phonononga Amaculo 90:14
4
Amaculo 90:2
Okuya bezingekazalwa intaba, nxa ubungadalanga umhlaba nelizwe, kwa kunapakade kude kube ngunapakade, wena UNGUTIXO.
Phonononga Amaculo 90:2
5
Amaculo 90:1
NKOSI! ubulikaya letu ngesizukulwana ngesizukulwana.
Phonononga Amaculo 90:1
6
Amaculo 90:4
Ngokuba ebusweni bako iwaka leminyaka injengemini yezolo nxa igqitileyo, nanjengevaṙasho ebusuku.
Phonononga Amaculo 90:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo