1
Amaculo 84:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba UYEHOVA UTIXO elilanga nekaka; UYEHOVA uya kupa ufefe nobungcwalisa; akayi kubavimba nto ilungileyo abo bahamba ngokulungisayo.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 84:11
2
Amaculo 84:10
Ngokuba imini nye emakusini ako igqitisa iwaka ngokulunga: nditanda ukulinda emnyango endlwini KATIXO wam, pezu kwokokuba ndihlale pakati ezintenteni zenkohlakalo.
Phonononga Amaculo 84:10
3
Amaculo 84:5
Hai itamsanqa lomntu omandla akuwe; nelabo indlela zisezintliziyweni zabo!
Phonononga Amaculo 84:5
4
Amaculo 84:2
Umpefumlo wam uyalangazelela, ewe, uyapelela nokupelela amakusi KAYEHOVA; intliziyo yam nenyama yam zimana zililela KUTIXO ohleliyo.
Phonononga Amaculo 84:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo