Amaculo 84:2

Amaculo 84:2 XHO1902A

Umpefumlo wam uyalangazelela, ewe, uyapelela nokupelela amakusi KAYEHOVA; intliziyo yam nenyama yam zimana zililela KUTIXO ohleliyo.