1
Amaculo 82:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndite: Ningotixo; nonke nilusapo lwopezu kwonke.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 82:6
2
Amaculo 82:3
Lungisani ihlwempu nenkedama; gwebelani obandezelweyo nosweleyo.
Phonononga Amaculo 82:3
3
Amaculo 82:4
Kululani ihlwempu nosweleyo; bahlanguleni esandleni sabakohlakeleyo.
Phonononga Amaculo 82:4
4
Amaculo 82:8
Vuka, TIXO! gweba umhlaba; ngokuba wena ufuya zonke izizwe.
Phonononga Amaculo 82:8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo