1
Amaculo 71:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba nguwe ukukangela kwam, NKOSI, YEHOVA! ulitemba lam kwa sebutsheni bam.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 71:5
2
Amaculo 71:3
Yiba liliwa lokuhlala kum, endiya kuza kulo futi: usel’ uyalele ukuba ndisindiswe; ngokuba ulilityekazi lam nenqaba yam.
Phonononga Amaculo 71:3
3
Amaculo 71:14
Kodwa mna ndiya kutemba futi; ndandiya kuman’ ukwongezelela ukukudumisa.
Phonononga Amaculo 71:14
4
Amaculo 71:1
YEHOVA! nditembile kuwe; mandingezi ndidaniswe.
Phonononga Amaculo 71:1
5
Amaculo 71:8
Umlomo wam uya kuzaliswa ngodumo lwako, nangobungcwalisa bako imini yonke.
Phonononga Amaculo 71:8
6
Amaculo 71:15
Umlomo wam uya kubalisa ubulungisa bako, nosindiso lwako imini yonke; nakuba ndingazi amanani.
Phonononga Amaculo 71:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo