1
Amaculo 7:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndiya kudumisa UYEHOVA ngokufanele ubulungisa bake; ndoculela igama LIKAYEHOVA opezu kwonke.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 7:17
2
Amaculo 7:10
Ikaka lam LIKUTIXO, osindisayo abantliziyo zilungile.
Phonononga Amaculo 7:10
3
Amaculo 7:11
UTIXO uyagwebela olungileyo, kanti okohlakeleyo UTIXO uyamqumbela ngemihla yonke.
Phonononga Amaculo 7:11
4
Amaculo 7:9
Yanga ingapela inkohlakalo yabakohlakeleyo; uze olungileyo umqinise: ngokuba ulinga intliziyo nezintso, TIXO olungileyo!
Phonononga Amaculo 7:9
5
Amaculo 7:1
YEHOVA, TIXO wam! ndiyatemba wena; ndisindise kubo bonke abandisukelayo, undikulule
Phonononga Amaculo 7:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo