Amaculo 7:9

Amaculo 7:9 XHO1902A

Yanga ingapela inkohlakalo yabakohlakeleyo; uze olungileyo umqinise: ngokuba ulinga intliziyo nezintso, TIXO olungileyo!