1
Amaculo 48:14
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba LOTIXO e NGUTIXO wetu ngonapakade kanapakade; wosikokela kude kube sekufeni.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 48:14
2
Amaculo 48:1
UYEHOVA umkulu, ulungele ukudunyiswa kakulu esixekweni SOTIXO wetu, entabeni yake eyingcwele.
Phonononga Amaculo 48:1
3
Amaculo 48:10
Kwa njengegama lako, TIXO! lunjalo udunyiswa lwako kwada kwasezincameni zomhlaba. Isandla sako sokunene sizele bubulungisa.
Phonononga Amaculo 48:10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo