1
Amaculo 41:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
HAI itamsanqa lalowo unonelela olihlwempu! UYEHOVA uya kumsindisa ngemini yobubi.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 41:1
2
Amaculo 41:3
UYEHOVA uya kumxasa pezu kwekoye yobulwelwe: wowuguqula wena wonke umandlalo wake esifeni sake.
Phonononga Amaculo 41:3
3
Amaculo 41:12
Kanjalo okwam, uyandisekela ekunyaniseni kwam; uyandimisa ebusweni bako ngonapakade.
Phonononga Amaculo 41:12
4
Amaculo 41:4
Ndati: YEHOVA! yiba nofefe kum; pilisa umpefumlo wam; ngokuba ndonile ngakuwe.
Phonononga Amaculo 41:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo