1
Amaculo 40:1-2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
NDAHLALA ndikangela KUYEHOVA; waza watobela kum, weva ukukala kwam. Wandinyusa emnxunyeni wentshabalalo, naseludongweni olubudaka, wamisa inyawo zam elulwalweni, waqinisa ukuhamba kwam.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 40:1-2
2
Amaculo 40:3
Wafaka iculo elitsha emlonyeni wam, kwa indumiso kuye UTIXO wetu: kwobonwa ngabaninzi, boyike, batembele kuye UYEHOVA.
Phonononga Amaculo 40:3
3
Amaculo 40:4
Hai itamsanqa lalomntu omisa UYEHOVA abe litemba lake; ongabeki abaner̔atshi, nabajikele elulwimini!
Phonononga Amaculo 40:4
4
Amaculo 40:8
Ndiyatanda mna, TIXO wam! ukuyenza intando yako; umteto wako usembilini wam pakati.
Phonononga Amaculo 40:8
5
Amaculo 40:11
Wena, YEHOVA! ungabambi kum inceba zako; mandihlale ndigcinwa bubele bako nayinyaniso yako.
Phonononga Amaculo 40:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo