1
Amaculo 34:18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
UYEHOVA ukufupi nabo banentliziyo eyapukileyo; uyasindisa abo banomoya ogqobokileyo.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 34:18
2
Amaculo 34:4
Ndafuna UYEHOVA, wandipendula ke, wandikulula kuzo zonke izoyiko zam.
Phonononga Amaculo 34:4
3
Amaculo 34:19
Zininzi intsizi zolungileyo, kodwa kuzo zona zonke UYEHOVA uyamkulula.
Phonononga Amaculo 34:19
4
Amaculo 34:8
Yivani nibone ukuba UYEHOVA ulungile; unetamsanqa lomntu umtembayo.
Phonononga Amaculo 34:8
5
Amaculo 34:5
Bakangela kuye, bakanyiswa ke; ubuso babo bebungenakudana.
Phonononga Amaculo 34:5
6
Amaculo 34:17
Bayakala abalungileyo, uyeva ke UYEHOVA; nakuzo zonke imbandezelwa zabo uyabahlangula.
Phonononga Amaculo 34:17
7
Amaculo 34:7
Ingelosi KAYEHOVA iyamela abo bamoyikayo ngokungqonga, ibakulule.
Phonononga Amaculo 34:7
8
Amaculo 34:14
Suka enkohlakalweni, wenze okulungileyo; funa uxolo, uluputume ke.
Phonononga Amaculo 34:14
9
Amaculo 34:13
Bamba ulwimi lwako lungayi enkohlakalweni, nomlomo wako ungateti inkohliso.
Phonononga Amaculo 34:13
10
Amaculo 34:15
Amehlo KAYEHOVA angakubo abalungileyo, nendlebe zake zingakuko ukukala kwabo.
Phonononga Amaculo 34:15
11
Amaculo 34:3
Yenzani nam ukumenza mkulu UYEHOVA; masipakamise kunye igama lake.
Phonononga Amaculo 34:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo