1
Amaculo 30:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba engumzuzwanyana kodwa engqunjeni yake; kuko ukudliwa kwobomi embukweni yake: ngokuhlwa kungalalisa ukulila, kodwa kwakusa kufika ukugcoba.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 30:5
2
Amaculo 30:11-12
Undiguqulele ukulila kwam kwaba kududa; uyicumbulule intlakantlaka yam, wandibinqisa uvuyo; ukuze ingcwalisa yam icule kuwe, ingati tu. YEHOVA, TIXO wam! ndiya kubulela kuwe kude kube ngunapakade.
Phonononga Amaculo 30:11-12
3
Amaculo 30:2
YEHOVA, TIXO wam! ndalilela kuwe, waza wandipilisa ke.
Phonononga Amaculo 30:2
4
Amaculo 30:4
Culani KUYEHOVA, nina bangcwele bake! nibulele ngenkumbuzo yobungcwele bake.
Phonononga Amaculo 30:4
5
Amaculo 30:1
NDOKUPAKAMISA, YEHOVA! ngokuba undinyusele pezulu, nentshaba zam ungazivuyisanga ngam.
Phonononga Amaculo 30:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo