Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Amaculo 22

1

Amaculo 22:1

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

TIXO wam, TIXO wam! undishiyile nganina? ukude nganina ekusizweni kwam, nasemazwini okukala kwam?

Thelekisa

Phonononga Amaculo 22:1

2

Amaculo 22:5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Balilela kuwe, basindiswa ke; batembela kuwe, abadaniswa ke.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 22:5

3

Amaculo 22:27-28

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Zonke izipelo zomhlaba zokumbula zibuyele KUYEHOVA: zonke izizalwane zezizwe zobedesha ebusweni bako. Ngokuba ubukumkani bo BUKAYEHOVA: nguye umpatibukosi pakati kwezizwe.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 22:27-28

4

Amaculo 22:18

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Bayabelana izivato zam; napezu kwengubo yam bayenza amaqashiso.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 22:18

5

Amaculo 22:31

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Baya kuza, bashumayele ubulungisa bake ebantwini abaya kuzalwa, ukuba wenzile oku.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 22:31

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Amaculo 22

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo