1
Amaculo 138:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nxa ndihamba pakati kwobunzima, wondipilisa; uya kwolula isandla sako ngakuwo umsindo wentshaba zam, sasiya kundisindisa isandla sako sokunene.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 138:7
2
Amaculo 138:3
Emhleni ndabizayo wandula wandipendula; wandomeleza ngamandla empefumlweni wam.
Phonononga Amaculo 138:3
3
Amaculo 138:1
NDOKUDUMISA ngayo yonke intliziyo yam: ebusweni babo otixo ndoculela wena.
Phonononga Amaculo 138:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo