1
Amaculo 112:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Akayi kwoyikela indaba ezimbi; intliziyo yake iqinisiwe, itembela KUYEHOVA.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 112:7
2
Amaculo 112:1-2
DUMISANI UYEHOVA. — Hai itamsanqa lomntu omoyikayo UYEHOVA, lotanda kakulu imiyalelo yake! Inzalo yake yoba namandla emhlabeni: isizukulwana sabalungileyo siya kutanyusanqelwa.
Phonononga Amaculo 112:1-2
3
Amaculo 112:8
Intliziyo yake iqinisekile, akayi kwoyika, ade akangele pezu kwentshaba zake.
Phonononga Amaculo 112:8
4
Amaculo 112:4
Kuyapumela abalungileyo ukukanya ebumnyameni: unofefe, unenceba, unobulungisa.
Phonononga Amaculo 112:4
5
Amaculo 112:5
Umntu olungileyo uyenza ngofefe, aboleke; uya kulungiselela imicimbi yake ngokufaneleyo.
Phonononga Amaculo 112:5
6
Amaculo 112:6
Ngenyaniso akayi kushukunyiswa kude kube ngunapakade: olungisayo woba sekukunjulweni okungunapakade.
Phonononga Amaculo 112:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo