Amaculo 112:1-2

Amaculo 112:1-2 XHO1902A

DUMISANI UYEHOVA. — Hai itamsanqa lomntu omoyikayo UYEHOVA, lotanda kakulu imiyalelo yake! Inzalo yake yoba namandla emhlabeni: isizukulwana sabalungileyo siya kutanyusanqelwa.