1
Imizekeliso 6:16-19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ezizinto zontandatu UYEHOVA uyazitiya; ewe, zixe̔nxe eziyintshontsho kumpefumlo wake: Amehlo okuqanqalaza; ulwimi lwobuxoki; nezandla ezipalazayo igazi elingenatyala; intliziyo ecebayo amaqinga akohlakeleyo; inyawo ezinxamela ukubalekela ububi; inqi̔na lobuxoki elipimisela ilwimi; novusayo amapike pakati kwabazalwana.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 6:16-19
2
Imizekeliso 6:6
Yiya embovaneni, livilandini! nakana imikwa yayo, ulumke
Phonononga Imizekeliso 6:6
3
Imizekeliso 6:10-11
Ibe yintwana yobutongo, ibe yintwana yokunqenqa, ibe yintwana yokuxabanisa izandla kuze kulalwe; bandul’ ukuza ubuhlwempu bako njengomhambi, nokuswela kwako njengoxo̔bileyo.
Phonononga Imizekeliso 6:10-11
4
Imizekeliso 6:20-21
NYANA wam! wubambe umyalelo kayihlo, ungalahli nomteto kanyoko. Yibope entliziyweni yako futi; yinxibe entanyeni yako.
Phonononga Imizekeliso 6:20-21
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo