Imizekeliso 6:16-19

Imizekeliso 6:16-19 XHO1902A

Ezizinto zontandatu UYEHOVA uyazitiya; ewe, zixe̔nxe eziyintshontsho kumpefumlo wake: Amehlo okuqanqalaza; ulwimi lwobuxoki; nezandla ezipalazayo igazi elingenatyala; intliziyo ecebayo amaqinga akohlakeleyo; inyawo ezinxamela ukubalekela ububi; inqi̔na lobuxoki elipimisela ilwimi; novusayo amapike pakati kwabazalwana.