1
Imizekeliso 27:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Intsimbi iyenza bukali intsimbi; kwa njalo umntu uyenza bukali ubuso bomhlobo wake.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 27:17
2
Imizekeliso 27:1
UNGAZIQA̔YISELI ngemini yangomso; ngokuba ungazi okuya kuveliswa yimini.
Phonononga Imizekeliso 27:1
3
Imizekeliso 27:6
Anyanisekile amanxeba enziwayo ngotandayo; kodwa ukwanga kwotiyayo kuyandiswa.
Phonononga Imizekeliso 27:6
4
Imizekeliso 27:19
Njengasemanzini ubuso bulungelelana nobuso, kwa njalo intliziyo yomntu ilungelelana nomntu.
Phonononga Imizekeliso 27:19
5
Imizekeliso 27:2
Makudumise wena owasemzini, kungabi ngowako umlomo; kube ngongaziwayo, kungabi lelako ilizwi.
Phonononga Imizekeliso 27:2
6
Imizekeliso 27:5
Ukwohlwaywa ekuhleni kulungile ngapezu kwokutandwa ngasese.
Phonononga Imizekeliso 27:5
7
Imizekeliso 27:15
Ukucapaza okufuti emini yemvula enkulu, nomfazi wamapike, ziyafana ezonto.
Phonononga Imizekeliso 27:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo