1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 3:13-14
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Bazalwana! andizibaleli mna ukuba sendibambile: lento kodwa ndiyayenza, izinto ezisemva ndizilibala nje, nezinto ezipambili ndisolulela kuzo, ndiyaputuma ke ngakuwo umlinganiso ndiputumela umvuzo wobizo lwapezulu LUKATIXO ku‐Kristu Yesu.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 3:13-14
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 3:10-11
ukuze ndimazi yena, namandla ovuko lwake, nobudlelana bentlungu zake, ndifanekiselwa ekufeni kwake nje, ukuba kungati ndingafikelela eluvukweni lwabafileyo.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 3:10-11
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 3:8
Hai gxebe okunene nditi kanjalo ndizibala zonke ukuba zisisilahleko ngenxa yendluliselo yokwaziwa kuka‐Kristu Yesu INKOSI yam; endalahlekelwa zizinto zonke ngenxa yake, nendizibala ukuba ziyinkunkuma, ukuze ndizuze u‐Kristu
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 3:8
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 3:7
Kuloko ezonto ezibe ziyinzuzo kum, zona ezi ndizibalile ngenxa ka‐Kristu ukuba zisisilahleko.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 3:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo