KWABASEFILIPI 3:8
KWABASEFILIPI 3:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ewe, okunene, ndisuka izinto zonke ndizibalele ekuthini ziyinkxwaleko, ngenxa yokongama kokumazi uKristu Yesu iNkosi yam
KWABASEFILIPI 3:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ewe, okunene, ndisuka izinto zonke ndizibalele ekuthini ziyinkxwaleko, ngenxa yokongama kokumazi uKristu Yesu iNkosi yam; endithe ngenxa yakhe ndonakalelwa zezi zinto zonke, ndizibalela ekuthini ziyinkunkuma, ukuze ndimzuze uKristu
KWABASEFILIPI 3:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Phofu asizizo zodwa, koko yonke into ndiyithatha njengelahleko mpela, kuba zonke izinto zigqithwa kude lee yinzuzo yokwazana noYesu Krestu iNkosi yam. Ndalahla yonke into ngenxa yakhe. Into yonke ndiyithatha njengomgquba ngenxa yokufuna ukuzuza uKrestu.
KWABASEFILIPI 3:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Hai gxebe okunene nditi kanjalo ndizibala zonke ukuba zisisilahleko ngenxa yendluliselo yokwaziwa kuka‐Kristu Yesu INKOSI yam; endalahlekelwa zizinto zonke ngenxa yake, nendizibala ukuba ziyinkunkuma, ukuze ndizuze u‐Kristu