1
U‐Hobadiya 1:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa entabeni ye‐Ziyone kuya kubako ukusinda, yaiya kuba bungcwele; yoti indlu ka‐Yakobi ifuye imfuyo zabo.
Thelekisa
Phonononga U‐Hobadiya 1:17
2
U‐Hobadiya 1:15
Ngokuba umhla KAYEHOVA ukufupi ngakuzo zonke izizwe; njengoko ukwenzileyo, kuya kwenziwa kuwe; impindezelo yako yobuyela pezu kweyako intloko.
Phonononga U‐Hobadiya 1:15
3
U‐Hobadiya 1:3
Ir̔atshi lentliziyo yako likukohlisile, wena umiyo emifanteni yeliwa, okuhlala kupezulu; oti entliziyweni yake: Ngubanina oya kundihlisela emhlabeni?
Phonononga U‐Hobadiya 1:3
4
U‐Hobadiya 1:4
Nakuba ubuya kuzipakamisa njengokozi, nakuba ubuya kuyibeka indlu yako pakati kwenkwenkwezi, ndokuhlisa kwa kona, utsho UYEHOVA.
Phonononga U‐Hobadiya 1:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo