1
Imibalo 20:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wayesiti UYEHOVA ku‐Mosesi naku‐Arone: Ngenxa yokuba beningakolwa ndim, ukuba nindingcwalise emehl weni osapo luka‐Sirayeli, kukona ningayi kungenisa lentlanganiso kwelozwe endilinikile kuyo.
Thelekisa
Phonononga Imibalo 20:12
2
Imibalo 20:8
Tabata intonga leyo, ubute intlanganiso, wena no‐Arone umkuluwe wako, nitete eweni pambi kwamehlo ayo, eliya kukupa amanzi alo; wauya kubapumisela amanzi eweni, uze useze intlanganiso nenkomo zayo.
Phonononga Imibalo 20:8
3
Imibalo 20:11
Waza u‐Mosesi wapakamisa isandla sake, wabeta iliwa ngentonga yake ngamaxesha amabini; kwandul’ ukupuma amanzi amaninzi, yada yasela intlanganiso, nenkomo zayo.
Phonononga Imibalo 20:11
4
Imibalo 20:10
Baza u‐Mosesi no‐Arone babuta intlanganiso ngapambi kweliwa, wati u‐Mosesi kubo: Pulapulani ke, nina bangevayo! sinipumisele amanzi kweliliwa yinina?
Phonononga Imibalo 20:10
Home
Bible
Plans
Videos