1
U‐Yoshuwa 21:45
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Akutshitshanga nanye into kuzo zonke izinto ezilungileyo, abezitetile UYEHOVA kwindlu ka‐Sirayeli: konke kweza kubako.
Thelekisa
Phonononga U‐Yoshuwa 21:45
2
U‐Yoshuwa 21:44
Waye UYEHOVA kanjalo ebanikile ukupumla ngamacala onke, njengako konke abefungile ngako koyise babo: akwabiko namnye umntu kuzo zonke intshaba zabo obenokuma pambi kwabo; zonke intshaba zabo wazinikela UYEHOVA esandleni sabo.
Phonononga U‐Yoshuwa 21:44
3
U‐Yoshuwa 21:43
KWA njalo UYEHOVA wanika ko‐Sirayeli lonke ilizwe, abefungile ukuba alinike koyise babo; bada balifuya, bahlala kulo.
Phonononga U‐Yoshuwa 21:43
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo